Owasetyhini utsarhwe yimbodlela wabhubha
Ulonwabo lujike lwayincindi yekhala kwinina ekuvakala ukuba belisela imbodlela ngokungathi lisela amarhweu laze latsarhwa lasweleka ngoko nangoko.Ngokwengxelo essi siganeko senzeke...
Read moreUlonwabo lujike lwayincindi yekhala kwinina ekuvakala ukuba belisela imbodlela ngokungathi lisela amarhweu laze latsarhwa lasweleka ngoko nangoko.Ngokwengxelo essi siganeko senzeke...
Read moreUZikalala uthembisa ukuba umbono omasikizi wokubona abantwana besikolo bebeka iimpilo zabo emngciphekweni ngokuthi bawele imilambo enezikhukhula ngenxa yeebhulorho ezonakeleyo iza...
Read moreKwiingxelo yobalo lwabantu (Census 2022) ezamkelwe yiNkulumbuso yeMpuma Kapa uOscar Mabuyane,zibonakalisa ukukhula kwamanani abantu beli phondo ngama 10.2%. ukusuka kwi-6.2...
Read moreLimiselwe umhla wokuqala kwinyanga yoMnga ityala likaOvayo Ndaku.UOvayo ongumfundi webakala leshumi elinesibini kwisikolo iAttwel Madala eMthatha,wabanjwa wavalelwa etyholwa ngokudlwengula umfundi...
Read moreUfunyenwe ngamalungu ebandla kumlambo uMdumbi eNgqeleni umzimba womfundi oneshumi elinesixhenxe leminyaka ubudala,obekhangelwa ukuqala ngoMvulo weveki ephelileyo.Ixhoba lesikhukhula ngumfundi kwisinala iPhangalele...
Read moreKwiinzame zokuba iphephandaba Ikhwezi laseMthatha lifikelele kwisininzi sabantu abaphathi mamanxada-nxada ukuze libekho kumakhasi onxibelelwano angoFacebook,YouTube nakwiwebsite.Oku kuzokwenzeka ingaphelanga le nyanga...
Read moreAbahlali baseSidakeni kwidolophu yaseMatatiele basothukile emva kokufunyanwa komzimba kaSamuel Xaki (55) wakwilali yaseMnyemaneni obenyemelele iiveki ezimbini. “NgoMgqibelo umhla wethoba bendisedolophini...
Read moreUKholeka Dubula oyimvimi yomculo wevangeli uthi akakoyiki ukufa.Oku ukubhale kwikhasi lakhe lonxibelelwano emva kokufumana umnxeba kumntu omgrogrisa ngokumbulala ngaphandle kwesizathu.UDubula...
Read moreUMongi utyholwa ngokudlwengula umguli Yintatheli yeKhwezi Indoda engumongi oneminyaka engama 33 uvele enkundleni kwiveki ephelileyo malunga nesityholo sokudlwengula owasetyhini (28)...
Read moreUmasipala waseNyandeni uvakalise umothuko kukusweleka kukaKahnsele uMcebisi Mthobela obenguSomlomo kulo masipala.uMthobela uchazwe njengentsika yesikhokhelo somasipala waseNyandeni nebizinikezele ekukhonzeni uluntu.UMthobela ungene...
Read moreThe Eye News Community newspaper is a community newspaper in Limpopo. It is one of the Mambo Media Co=operative LTD. It publish in Tsonga, English, Sepedi in the area of Mopani District Municipality. It offer good content and the journalist are well trained in the investigative stories like lack of service delivery , corruption and public procurement
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF
© 2023 SANEF Initiative Initiative is offered by SANEF